곡 정보
-
- Yise (feat. Bongeziwe Mabandla)
- Synapson
- Yise (feat. Bongeziwe Mabandla)
Xa ndihamba, kwelilizwe
'Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi
Bathi Lona, hay'uzalwa ngubani
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz'ukuba
Ukuba
Hhay'andiyaz'ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ebusuku, andilali mna
Ndiv'abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz'ukuba
Ukuba
Hhay'andiyaz'ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
'Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi
Bathi Lona, hay'uzalwa ngubani
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz'ukuba
Ukuba
Hhay'andiyaz'ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ebusuku, andilali mna
Ndiv'abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz'ukuba
Ukuba
Hhay'andiyaz'ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ndihlel'emawen'
Ndilind'ufike
Ufik'undibange
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe
멜론 님께서 등록해 주신 가사입니다.